Izaci nama Qhalo esiXhosa 📚🗣 January 9, 2024 Mzansi Ekhaya Yingcuka eyambethe ifele legusha –Eliqhalo liqhalo elitheta ukuba umntu asoze umgqibe ungabo gqiba uthi uyamazi ngoba hleze kuthi kanti akayiyongo yonke lento ubucinga uyiyo Yingcuka eyambhete ufele lwegusha.