
Virgin Active – Maintenance Operator, eGqebehra.
#EkhayaIspan |💯
Virgin Active ikhangela i- Maintenance Operator, eGqebehra, eMpuma koloni
​IMISEBENZI NEENXALANBA
​Ukujonga iincwadi zemisebenzi kunye neendlela zokhuseleko ukuze kufumaneke iimpazamo.
​Ukulungisa izixhobo zakwa-isiza ngokwezgangatho nangexesha elifanelekileyo.
​Ukusebenza ngokuthobela imigaqo yezempilo nokhuseleko (Health & Safety).
​Ukuncedisa kulawulo lwezinto ezisetyenziswayo nokugcina iirekhodi zokusebenza.
​OKUFUNEKAYO (MINIMUM REQUIREMENTS)
​IBanga le-12 (Matric).
​Ukuba namava eminyaka engama-1 ukuya ku-2 kumsebenzi ofana noku.
​Ukwazi ukusebenza ngokuzimeleyo nokuziphatha ngendlela ethembekileyo.
​Ubuchule bokusebenza ngokukhawuleza nangokuzimisela.
Faka Isicelo Apha 👇
