Sanlam – PROVINCIAL SECRETARY, eKuGompo City.

#EkhayaIspan | 💯

 

Sanlam ikhangela i-PROVINCIAL SECRETARY, eKuGompo City, eMpuma Koloni.

 

INKCAZO YOMSEBENZI

 

ISanlam ifuna umntu ozakusebenza njengeProvincial Secretary ukuxhasa uMphathi wecandelo ngemisebenzi yeofisi. Lo msebenzi ubandakanya ukulawula iikhalenda, ukuphatha unxibelelwano oluyimfihlo, kunye nokulungiselela iintlanganiso.

 

IMISEBENZI

 

Ukulawula iikhalenda nokucwangcisa iintlanganiso

 

Ukuphendula iifowuni nee-imeyile

 

Ukugcina amaxwebhu kunye neefayile

 

Ukulungisa ii-agenda kunye neminutes

 

Ukucwangcisa iintlanganiso neevent

 

Ukulungiselela uhambo

 

Ukuncedisa abantu abachaphazelekayo

 

 

IIMFUNO

 

Ibanga le-12 (Matric)

 

Idiploma okanye isiqinisekiso esifanelekileyo

 

Amava eminyaka emi-4 ukuya kwemi-5 kwi-admin okanye secretarial

 

 

IZAKHONO

 

Ulawulo lweofisi

 

Ukucwangcisa iintlanganiso

 

Unxibelelwano nabantu

 

Izakhono zokulungelelanisa

 

 

EZINGUNDOQO

 

Unxibelelwano olusebenzayo

 

Ukucwangcisa kakuhle

 

Ukusebenza ngokukhawuleza

 

Ukusebenza neqela

 

Ukuzivumelanisa neemeko

 

 

Faka Isicelo Apha 👇

 

COFA APHA 

Mzansi Ekhaya

Mzansi Ekhaya is a vital online platform on a mission to amplify the Eastern Cape media space. (a MON'T Agency Management) 💯