Otters Air Conditioning, Refrigeration & Electrical ikhangela i ADMINISTRATIVE ASSISTANT, eMonti, eMpuma Koloni.

 

#EkhayaIspan 💯

Otters Air Conditioning, Refrigeration & Electrical ikhangela i ADMINISTRATIVE ASSISTANT, eMonti, eMpuma Koloni.

IMFUNDO NEMAVA

 

I-Matric Certificate (Kubhetele ukuba une-Bachelor’s Degree)

 

Amava njengomncedisi we-ofisi okanye umsebenzi ofanayo

 

Amava kwinkampani ye-HVAC neRefrigeration kuyinzuzo

 

Ukuqonda nokuqhuba kakuhle ii-MS Office (Word, Excel, Outlook)

 

Ukuqonda i-Sage Accounting Software kuyinzuzo

IZAKHONO

 

Ukukwazi ucwangciso nolawulo lwexesha

 

Unxibelelwano oluhle ngokubhaliweyo nangokuthethwayo

 

Ukukwazi kakuhle amanani kunye nohlalutyo lwezezimali

 

Ukukwazi ukunika umphambili kwimisebenzi kwaye usebenze uzimele

OKUNYE

 

Kufuneka uhlale e-East London

 

Kufuneka ufumaneke ukuqala umsebenzi kwangoko

THUMELA I-CV YAKHO KU:

📧 cvs@ottersare.co.za

 

Uhlobo Lomsebenzi: Full-time

Indawo Yomsebenzi: E-ofisini (In Person)

Mzansi Ekhaya

Mzansi Ekhaya is a vital online platform on a mission to amplify the Eastern Cape media space. (a MON'T Agency Management) 💯