BCMDA ­- ReRECEPTIONIST, eKuGompo City.

­#EkhayaIspan | 💯

Buffalo City Metropolitan Development Agency ikhangela i­-ReRECEPTIONIST, eKuGompo City.

 

INGCACISO YOMSEBENZI (JOB DETAILS)

* **Isikhundla (Position):** Receptionist & Corporate Services Administrator

* **Umqesha (Employer):** Buffalo City Metropolitan Development Agency (BCMDA)

* I-Reference No: BCMDA-VAC-003-26

* I-Grade: Task Grade 6

* Umvuzo (Salary): R370 429.37 (Total Cost to Company ngonyaka)

* Indawo : KuGompo City

OKUFUNEKAYO (REQUIREMENTS)

* Imfundo (Education): Isifikiti seMatric (Senior National Certificate / Grade 12) kunye nesifundo esingasentla kweMatric ezifana nePublic Relations, Office Administration, okanye Human Resources Management.

* Amava (Experience): Amava ase-ofisini ayanceda kakhulu.

* Izakhono (Skills): Ukwazi ukusebenzisa ikhompyutha kakuhle kakhulu.

UNGACELA KANJANI (HOW TO APPLY)

Thumela i-CV yakho apha: recruitment@bcmda.org.za

* UMHLA WOKUVALA: 31 August 2026

> Qaphela: Ukuba unemibuzo, tsalela uMr. Noel Van Wyk ku-043 492 2100. Ungandwendwela ne-website yabo ku-www.bcmda.org.za ukufumana ezinye iinkcukacha.

 

 

Mzansi Ekhaya

Mzansi Ekhaya is a vital online platform on a mission to amplify the Eastern Cape media space. (a MON'T Agency Management) 💯