Fidelity Service Group -Crew, eGqebehra.

#EkhayaIspan |💯

Fidelity Service Group ikhangela i-Crew, eGqebehra, eMpuma koloni

 

​Injongo yomsebenzi: Ukuqokelela nokuhambisa imali yabathengi kunye nokunika ubungqina bokuhanjiswa nokufunyanwa kwayo.

 

​IIMFUNO EZINTSHA (MINIMUM REQUIREMENTS):

 

​Akukho mbali yolwaphulo-mthetho (Clear criminal record).

​Ubhaliswe kwi-PSIRA (Grade C).

​Isatifiketi se-Cash In Transit (CIT).

​Isatifiketi sokusebenzisa umpu (Firearm competency – Business purpose).

​Iminyaka emibini ubuncinane yamava kwi-security okanye umsebenzi ofanayo.

​Imbali entle yokuziphatha emsebenzini.

​Ilayisensi yokuqhuba (Advantageous).

​Ukukwazi ukusebenza phantsi koxinzelelo.

​Ukomelela emzimbeni.

 

​IMISEBENZI (JOB SPECIFICATION):

 

​Uqeqesho njengo-Custodian wakamva.

​Uxanduva olupheleleyo lokuqokelela nokuhambisa imali.

​Ukufumana, ukuhlela, nokuhambisa iimpahla okanye iimali.

​Ukuxela zonke iibambezelo ku-Branch Manager kwangoko.

​Ukuthintela kunye nokunika ingxelo ngezigameko.

​Ukuhlala unxibelelana ne-control room ngeradiyo.

​Ukuthatha amanyathelo okuthintela naluphi na urhano.

 

​IZIKHONO:

 

​Ukuthembeka.

​Ukukwazi ukunxibelelana kakuhle ngomlomo.

 

Umhla Wokuvala :11 July 2026

 

Faka Isicelo Apha 👇

 

COFA APHA

Mzansi Ekhaya

Mzansi Ekhaya is a vital online platform on a mission to amplify the Eastern Cape media space. (a MON'T Agency Management) 💯