Woolworths -Till Operator/Customer Assistant, eGqebehra.

#EkhayaIspan |💯

Woolworths ikhangela i-Till Operator/Customer Assistant, eGqebehra, eMpuma koloni

 

​OKUFUNEKAYO (MINIMUM REQUIREMENTS)

 

​Isatifikethi seBakala le-12 (Grade 12) okanye esilinganayo.

​Ukulungela ukusebenza ngeentsuku okanye ngamaxesha ahlukeneyo (flexible shifts).

​Izakhono ezisisiseko zokuthengisa kunye nokunyamekela abathengi kakuhle.

​Ukwazi ukunxibelelana nabanye ngokucacileyo.

​Amava omsebenzi kwivenkile enkulu okanye kwi-customer service ayanceda kodwa asinyanzelekanga.

​Ukuba nenkathalo ngenyameko ekuqhubeni intengiso nasekuthengeni.

​Ukunyaniseka nokuthembeka ukuze kuncitshiswe ilahleko kwivenkile.

 

​UXANDUVA LOMSEBENZI (DUTIES AND RESPONSIBILITIES)

 

​Ukubulisisa abathengi ngobubele nokubonelela ngenkonzo egqwesileyo.

​Ukusebenzisa umatshini wemali (till) ngokukhawuleza nangokuchanekileyo.

​Ukukhuthaza iinkqubo zokunceda abathengi (loyalty programs) kunye nezinye iinkonzo ezifana nokuhlawula iibhili.

​Ukugcina indawo yomsebenzi icocekile kwaye ilungelelene.

​Ukusebenza kakuhle nangoxolo nangamaxesha xnonekeileyo okanye xa kuxakekile.

 

Faka Isicelo Apha 👇

 

COFA APHA

Mzansi Ekhaya

Mzansi Ekhaya is a vital online platform on a mission to amplify the Eastern Cape media space. (a MON'T Agency Management) 💯