
Wheco Group -RVL Repair Teams Coordinator, eGqebehra.
#EkhayaIspan |💯
Wheco Group ikhangela i-RVL Repair Teams Coordinator, eGqebehra, eMpuma koloni
​IMISEBENZI EPHAKATHI
​Ukunxibelelana nabathengi kunye neZitore ukubhukisha utyelelo lobugcisa
​Ukujonga isixokelelwano se-CCP ngetiki zotyalelo lobugcisa
​Ukujonga imisebenzi yemihla ngemihla yabaqhubi kunye neqela lobugcisa
​Ukucwangcisa iindlela zabaqhubi kunye notyelelo lobugcisa
​Ukwenza amakhadi omsebenzi kunye neefomu zokwaneliseka kwabathengi
​Ukulawula ulindelo lwabathengi ngamaxesha okufika kweetekhnisi
​Ukusombulula imibuzo yabathengi kunye nokunceda abaqhubi
​Ukuxhasa nokongamela iqela lobugcisa
​IIMFUNO EZISEZANTSI
​Isiqinisekiso seMatric okanye esifanayo
​Ukwazi ukuthetha nokubhala ngesiNgesi kakuhle kakhulu
​Ukwazi ukusebenzisa ikhompyutha (Microsoft Office, Outlook, Excel)
​Izakhono zokunxibelelana nabantu nokucwangcisa kakuhle
​Ukwazi ukusebenza uwedwa okanye uqeqeshekile ngeqela
​Amava omsebenzi wase-ofisini angaba yinzuzo
Umhla Wokuvala : 09 October 2026
Faka Isicelo Apha 👇
