Twizza ikhangela Debtors Controller eKomani, eMpuma Koloni

Iimfuno eziyimfuneko:

• Ibanga le-12 okanye isiqinisekiso esilinganayo

• Isiqinisekiso kwicandelo lezezimali siyinzuzo

• Amava eminyaka emi-3 kwicandelo le-debtors

• Ukusebenza kakuhle kwiikhompyutha

• Amava okusebenzisana nabathengi

Izakhono eziyimfuneko kulo msebenzi:

• Izakhono ezilungileyo zonxibelelwano ngomlomo nangokubhaliweyo

• Ukuthatha uxanduva nolawulo lwemisebenzi

• Ukusebenzisana, ukunika ingqwalasela, kunye nokuzimisela

• Ukukwazi ukuhlalutya izinto (Analytical)

• Ukunika ingqwalasela kwiinkcukacha – Ukuqonda kunye nokuphumeza imiyalelo

• Ukuba noxanduva nokuthembeka

• Ukukwazi ukusebenza phantsi koxinzelelo

Izibonelelo Zabasebenzi:

•Pension Fund

•Funeral cover

Umhla wokuvalwa: 12 Septemba 2025

Faka isicelo apha: 👇🏽

COFA APHA

Mzansi Ekhaya

Mzansi Ekhaya is a vital online platform on a mission to amplify the Eastern Cape media space. (a MON'T Agency Management) 💯