Sportsman – HEAD CASHIER (JUNIOR MANAGEMENT), eGqeberha.

#EkhayaIspan | 💯

 

Sportsman Warehouse ikhangela i-HEAD CASHIER (JUNIOR MANAGEMENT), eGqeberha, eMpuma Koloni.

 

INKCAZO YOMSEBENZI

 

ISportsmans Warehouse ifuna umntu ozakusebenza njengeHead Cashier ukuze alawule iFrontline Department kwivenkile yabo eGqeberha. Lo msebenzi ujolise kulawulo lwemali, abasebenzi, kunye nenkonzo yabathengi

 

IMISEBENZI

 

Ukulawula umsebenzi wama-cashier

 

Ukuqinisekisa ukuba zonke iintlawulo zirekhodwa ngokuchanekileyo

 

Ukongamela abasebenzi

 

Ukunika inkonzo esemgangathweni kubathengi

 

Ukuphatha i-banking kunye nolawulo lwemali

 

Ukukhusela impahla yenkampani

 

Ukuqinisekisa ukusebenza kakuhle kwemihla ngemihla

 

IIMFUNO

 

Ibanga le-12 (Matric)

 

Akukho ngxelo zolwaphulo-mthetho okanye ityala

 

Amava eminyaka emi-2–3 kwi-admin okanye cash handling

 

Amava kwi-retail (luncedo)

 

Amava kulawulo (luncedo)

 

Ulwazi lwekhompyutha (MS Word, Excel, PowerPoint)

 

IZAKHONO

 

Ubunkokeli nolawulo lweqela

 

Izakhono zonxibelelwano ezilungileyo

 

Ukusombulula iingxaki

 

Ukunaka iinkcukacha

 

Ukusebenza ngokukhawuleza

 

Ukuzimisela ukufunda

 

Amandla kunye nomdla kwinkonzo yabathengi

 

IINKCUKACHA ZOMSEBENZI

 

Inkampani: Sportsmans Warehouse (Holdsport Group)

 

Inqanaba: Junior Management

 

Indawo: Gqeberha

 

Umhla wokuvala: 08 May 2026

 

IZIBONELELO

 

Umvuzo osisiseko

 

Overtime

 

Medical aid

 

Pension

 

IINKCUKACHA ZESICELO

 

I-imeyile: portelizabeth@swh.co.za

 

Qaphela: Ukuba awuphendulwanga ngo 15 May 2026, isicelo sakho asiphumelelanga

 

Mzansi Ekhaya

Mzansi Ekhaya is a vital online platform on a mission to amplify the Eastern Cape media space. (a MON'T Agency Management) 💯