
Spitz – Permanent Store Assistant, @Hemingways Mall, KuGompo City.
#EkhayaIspan | 💯
Spitz ikhangela i-Permanent Store Assistant, @Hemingways Mall, KuGompo City.
IThe Spitz Group ifuna umntu onomdla kwi fashion nakwinkonzo yabathengi ukuze asebenze njenge Permanent Store Assistant eHemingways Mall, eMonti.
📍 Isikhundla: Permanent Store Assistant
🏢 Inkampani: The Spitz Group / AVI Limited
📍 Indawo: Hemingways Mall, East London
💼 Uhlobo lomsebenzi: Permanent
📅 Umhla wokuvala: 18 Meyi 2026
✅ IZIQINISEKISO:
• Matric / Grade 12
• 6 months – 1 year amava kwi retail
• Amava kwi luxury okanye fashion retail aza kuba luncedo
• Uthando lwe fashion, izihlangu kunye nenkonzo yabathengi
🛠 IMISEBENZI:
• Ukuncedisa abathengi ngendlela yobungcali
• Ukusebenza kwi cash desk ngokuchaneka
• Ulawulo lwe cash kunye ne banking
• Ukulawula i stock kunye nokugcina ivenkile icocekile
• Ukwenza stock counts kunye nokulungelelanisa storeroom
• Ukwakha ubudlelwane obuhle nabathengi
⭐ IZAKHONO EZIFUNEKAYO:
• Ukusebenza kakuhle neqela
• Attention to detail
• Good communication skills
• Ukusebenza kakuhle phantsi koxinzelelo
• Strong numerical skills
🔥 IZIBONELELO:
• Ukusebenza ne premium fashion brands
• Training kunye nophuhliso lomsebenzi
• Indawo yokusebenza esemgangathweni nephucukileyo
Faka Isicelo Apha 👇
COFA APHA
#EkhayaIspan #Imisebenzi #EastLondonJobs #RetailJobs #Spitz #HemingwaysMall #FashionJobs
