
Postnet Zwelitsha
EkhayaIspan | 💯
Postnet Zwelitsha ikhangela Counter Sales Assistant eGqeberha, eMpuma Koloni.
IIMFUNO:
•IBanga le-12 / iMatric
•Uyakwazi ukuthetha isiNgesi nesiXhosa ngokugqibeleleyo
•Uphila ngobunyulu (akasebenzisi zidakwa okanye iziyobisi)
•Uyakwazi ukusebenza ngekhompyutha (iiprogram zokushicilela, i-Excel, i-Outlook, ne-Word)
•Unolwazi olusisiseko lomsebenzi wokuyila (graphic design)
•Uyakwazi ukusebenza phantsi koxinzelelo nokusebenza neqela
•Unobubele, usebenza ngokukhawuleza kwaye ukulungele ukwenza ngaphezulu kokulindelweyo
•Kufuneka ube nelayisenisi yokuqhuba okanye ube nezithuthi zakho
•Irekhodi ecocekileyo letyala kunye nolwaphulo-mthetho
•Amava okusebenza ePostNet aza kuba luncedo
Umhal wokuvala: 31 October
Faka isicelo apha: 👇🏽
zwelitsha.admin@postnet.co.za
