
Multi Furniture and Appliances
EkhayaIspan | 💯
Muti Furniture and Appliances ikhangela store manager eMtata, Bizana, kunye naseMatatiela , eMpuma Koloni.
Reference: ECSM0810
IIMFUNO:
• Kufuneka ube neZatifikethi zeRetail Management kunye neMatric
• Kufuneka ube neminyaka emi-2 ukuya kwe-3 yamava kulawulo lwevenkile
• Kufuneka ube namava ekuthengiseni nasekulawuleni ifenitshala, izixhobo zombane (ezinkulu nezincinane) kunye neebhedi
• Kufuneka ube nobuchule obuphezulu kwinkonzo yabathengi nasekubudlelwaneni nabathengi
• Ukukwazi ukuqhuba ukuthengiswa ngokuzimisela ngokudala amathuba okuthengisa
• Qinisekisa rhoqo ukuba iqela lakho linolwazi olupheleleyo ngeemveliso, izibonelelo, kunye nemigaqo yokubonisa iimveliso
• Uxanduva lwentengiso, inkonzo yabathengi kunye nenzuzo
• Phumeza uxanduva lolawulo ngokuhambelana nemigaqo-nkqubo nemiyalelo yombutho
• Ukukwazi ukwenza imisebenzi emininzi ngexesha elifutshane nelixakekileyo
• Ukuqonda ulawulo lwempahla (stock control)
• Ube nezakhono zolawulo ezomeleleyo, kunye nokukwazi ukuphatha iinkqubo zokusebenza ngokufanelekileyo
Abafaki-zicelo kufuneka babe ngabase Mpuma Koloni okanye kwiindawo ezikufutshane.
Umhla wokuvalwa: 22 October
Faka Isicelo Apha:👇🏽
jobs@multiwood.co.za
