Metropolitan Life, LEARNERSHIP Programme, eKuGompo City.

#EkhayaIspan | 💯

Metropolitan Life, LEARNERSHIP Programme, eKuGompo City, eMpuma Koloni.

 

Injongo yomSebenzi

Ithuba elimnandi kakhulu kulutjha olungenayo imisebenzielifuna ukungena kwishishini le-insurance! Uzokufumana ithuba lokusebenza ngezandla, ufumane ulwazi kwiingcali zale ndima, uze uthabathe izifundo ze-Wealth Management NQF Level 4.

Izinto EziFunekayo

* IBanga le-12 (Grade 12) okanye i-NQF4 elinganayo.

* Ubudala obuphakathi kweminyaka eyi-18 neyi-35.

* Ummi waseMzantsi Afrika.

* Awunamsebenzi okwangoku.

* Abantu abakhubazekileyo bayakhuthazwa ukuba bafake izicelo.

Umsebenzi Wakho

* Ukugqiba zonke izifundo zethiyori ngexesha.

* Ukuncedisa abathengi ngeendlela ezibonisa ubungcali nokusombulula iimfuno zabo.

* Ukusebenza ngomgangatho ophezulu nokuqinisekisa ukuba i-office icocekile.

> Phawula: Qinisekisa ukuba ufake isicelo sakho ngaphambi komhla wama-29 Agasti 2026. Ufuna ukwazi okunye okanye uncedo ngendlela yokufaka isicelo?

 

 * Usuku lokuValwa: 29 August 2026

FAKA ISICELO APHA 👇

 

COFA APHA

Mzansi Ekhaya

Mzansi Ekhaya is a vital online platform on a mission to amplify the Eastern Cape media space. (a MON'T Agency Management) 💯