Triton Express ikhangela i GENERAL WORKER / TRUCK ASSISTANT, eMonti, eMpuma Koloni.

#EkhayaIspan 💯

 

INKCAZEBO YENKAMPANI

I-Triton Express yasekwa ngo-1987 eThekwini kwaye ikhule yaba yinkampani enkulu eneenkonzo zokuthutha ezibanzi kulo lonke uMzantsi Afrika.

 

IMISEBENZI

 

Ukulayisha nokukhupha iimpahla emotweni kwindawo yokugcina

 

Ukukhupha iimpahla emotweni xa unikezela kumthengi

 

Ukubeka iimpahla ezikhutshiweyo kwiindawo ezicwangcisiweyo

 

Ukuqinisekisa ukuba iimpahla zilayishwe kakuhle kwaye zikhuselekile emotweni ngalo lonke ixesha

 

Ukugcina indawo icocekile xa kukho imfuneko

 

 

IIMFUNO

 

Grade 12 (Matric) ubuncinane

 

I-Driver’s License Code 10 engekho nezohlwayo (unendorsed)

 

I-PDP evumelekileyo

 

Ukukwazi ukusebenza phantsi koxinzelelo

 

Ukukwazi ukufunda, ukubhala nokuthetha isiNgesi

 

Ukukwazi ukusebenza ixesha elongezelelweyo xa kufuneka

 

Ukukwazi ukusebenza ungabekelwanga iliso

 

Ukusebenza ngeeyure ezingaqhelekanga

 

Ukuphulaphula kakuhle

 

Ukuthembeka nokubonakala ngendlela efanelekileyo ngalo lonke ixesha

 

Ukuqhubeka neendlela zokuziphatha ezisemgangathweni ophezulu

 

Ube nezothutho oluya emsebenzini nokuvela kuwo

 

Closing Date Akuchazwanga 

Faka Isicelo Apha 👇 

 

COFA APHA 

Mzansi Ekhaya

Mzansi Ekhaya is a vital online platform on a mission to amplify the Eastern Cape media space. (a MON'T Agency Management) 💯