Lear Corporation – ACCOUNTING SUPERVISOR, eKuGompo City.

#EkhayaIspan | 💯

 

Lear Corporation ikhangela i–ACCOUNTING SUPERVISOR, eKuGompo City, eMpuma Koloni.

 

 

 

INKCAZO NGOMSEBENZI

 

Sifuna umntu onamava kwi-accounting ukuze alawule imisebenzi yezemali, aqinisekise ukuba iingxelo zemali zichanekile kwaye zikhutshwa ngexesha, kunye nokugcina ulawulo oluqinileyo lwezimali.

 

 

IMISEBENZI EYINTLOKO

 

Ukulungisa iingxelo zemali zenyanga (Monthly Financial Reporting)

 

Ukulawula i-General Ledger

 

Reconciliation yee-creditors kunye ne-inventory

 

Ukuhlola i-profit margins kunye ne-PPV investigations

 

Ukugcina ulawulo lwangaphakathi (Internal Controls – SOX)

 

Ukuhlola creditor reconciliations kunye neentlawulo

 

Ukulawula ii-accruals (operating expenses kunye ne-freight)

 

 

 

 

 

IIMFUNO

 

CA(SA) okanye elinganayo

 

Amava: 1–2 iminyaka kwindawo efanayo

 

Amava kwi-automotive industry ayinzuzo

 

Ukuzimela nokusebenza ngokuzimisela

 

Ukuthatha uxanduva ngokupheleleyo (accountability)

 

Izakhono zolawulo lwabantu (people management)

 

Ukusombulula iingxaki kunye nokucwangcisa kakuhle

 

 

 

 

IZAKHONO EZIFUNEKAYO

 

Ukusebenza phantsi koxinzelelo

 

Ukugxila kwiziphumo (results-driven)

 

Izakhono zokuhlalutya (analytical skills)

 

Ulawulo lwexesha kunye nemisebenzi

 

 

 

IZIBONELELO

 

Umvuzo okhuphisanayo

 

Iiholide ezihlawulelwayo

 

Amathuba okufunda nokuphuhlisa izakhono

 

Amathuba okunceda uluntu

 

Umsebenzi onentsingiselo nowenza umahluko

 

 

 

Faka Isicelo Apha 👇

 

COFA APHA

Mzansi Ekhaya

Mzansi Ekhaya is a vital online platform on a mission to amplify the Eastern Cape media space. (a MON'T Agency Management) 💯