ISIKHUNDLA: DATA COLLECTOR ASSISTANT, eQonce.

#EkhayaIspan | 💯

 

The Eastern Cape Department of Social Development ikhangela i-DATA COLLECTOR ASSISTANT, eQonce, eMpuma Koloni.

 

 

INKCAZO YOMSEBENZI

 

ISebe lezeNtlalontle eMpuma Koloni lifuna ulutsha olungaphangeliyo ukuba lufake izicelo zomsebenzi weData Collector Assistant eQonce.

 

 

IIMFUNO

 

Grade 12 (Matric)

 

Ulwazi lwekhompyutha

 

Amava njengeData Capturer aya kuba luncedo

 

 

ISTIPEND

 

R5,500 ngenyanga

 

 

INDAWO

 

Provincial Office – eQonce, eMpuma Koloni

 

 

AMAXWEBHU AFUNEKAYO

 

Abafaki-zicelo mabangenise:

 

1. Ifomu yeZ83 egcwalisiweyo

 

 

2. Ikopi ye-ID eqinisekisiweyo (April 2026)

 

 

3. ICV ehlaziyiweyo

 

 

4. Ileta echaza umdla wakho kwiprojekthi okanye indawo ofaka kuyo isicelo

 

 

IINKCUKACHA ZOKUFAKA ISICELO

 

Umhla wokuvala: 21 May 2026

 

Abafaki-zicelo bayakhuthazwa ukuba bafake kufutshane neendawo abahlala kuzo

Indawo yokuhambisa ngesandla

Albertina Sisulu Building

No. 7 Beatrice Street

eQonce

 

Idilesi yeposi

 

PO Box 0039

Bisho, 5605

 

Imibuzo Mr. Y Singqandu

Umnxeba: 043 605 5042

 

 

Khuphela iFomu ye-Z83 ngezantsi.

COFA APHA

 

Mzansi Ekhaya

Mzansi Ekhaya is a vital online platform on a mission to amplify the Eastern Cape media space. (a MON'T Agency Management) 💯