IPEDRO’S RESTAURANT IZAKUVULA INDAWO ENTSHA: BUFFALO STREET, EMONTI

🔥 IPEDRO’S RESTAURANT IZAKUVULA INDAWO ENTSHA: BUFFALO STREET, EMONTI 📍

 

Emva kwempumelelo yevenkile eselikhona eOxford Street — nangenxa yemfuno eqhubekayo — uPedro’s ubhengeze ukuba uza kuvula enye ivenkile eBuffalo Street, eMonti. Ngokweposi zabo zakutshanje kuFacebook/Instagram, amalungiselelo sele eqalile, kwaye bazilungiselela ukuvula ngokusesikweni kungekudala.

 

👥 ISAZISO SOKUQESHA: IZITHUBA ZEMISEBENZI ZIVULIWE

 

Pedro’s uqesha abasebenzi abatsha ukuze balawule indawo entsha eBuffalo Street. Imisebenzi ekhoyo iquka:

 

CASHIERS

 

Faka Isicelo Apha/ COFA APHA 👇 

Pedros ikhangela i Cashier (buffalo street), eMonti, eMpuma Kapa.

 

 

WAITRON

 

Faka Isicelo Apha/ COFA APHA 👇

Pedros ikhangela i WAITRON (buffalo street), eMonti , eMpuma Koloni.

 

JUNIOR STORE MANAGER 

 

Faka Isicelo Apha/ COFA APHA 👇 

Pedros ikhangela i JUNIOR STORE MANAGER (buffalo street), eMonti, eMpuma Koloni.

 

CO-ORDINATOR

 

Faka Isicelo Apha/ COFA APHA 👇 

Pedros ikhangela i CO-ORDINATOR (buffalo street), eMonti, eMpuma Koloni.

GRILLER

 

Faka Isicelo Apha/ COFA APHA 👇 

Pedros ikhangela i GRILLER (buffalo street), eMonti, eMpuma Koloni.

 

PREPPER

 

Faka Isicelo Apha/ COFA APHA 👇 

Pedros ikhangela i PREPPER (buffalo street), eMonti, eMpuma Koloni.

 

+ NANGAPHEZULU

 

Mzansi Ekhaya

Mzansi Ekhaya is a vital online platform on a mission to amplify the Eastern Cape media space. (a MON'T Agency Management) 💯