Hudson Park School – DEBTORS CLERK, eKuGompo City.

#EkhayaIspan | 💯

 

Hudson Park School ikhangela i-DEBTORS CLERK, eKuGompo City, eMpuma Koloni.

 

INKCAZO YOMSEBENZI

 

ISikolo iHudson Park Primary sifuna umntu ozakusebenza njengeDebtors Clerk ukuze alawule ii-akhawunti zeefizi zabazali kunye nokugcina iirekhodi zezezimali ngokuchanekileyo.

 

IMISEBENZI

 

Ukulawula ii-debtors kunye nokuqokelela imali

 

Ukulungisa izicelo ze-exemption

 

Ukugcina iirekhodi zezezimali

 

Ukwenza iingxelo zezimali

 

Ukwenza imisebenzi ye-accounting ne-admin

 

IIMFUNO

 

Ibanga le-12 (Matric)

 

Isiqinisekiso seAccounting okanye Bookkeeping (luncedo)

 

Amava eminyaka emi-2 njengeDebtors Clerk

 

Amava esikolweni (luncedo)

 

IZAKHONO

 

Ulwazi lwe-accounting ne-bookkeeping

 

Ulwazi lweMS Excel, Pastel, kunye neenkqubo zesikolo

 

Ukuchaneka nokunaka iinkcukacha

 

Izakhono zokufaka data

 

Izakhono zonxibelelwano ngesiNgesi

 

Izakhono zenkonzo yabathengi

 

 

IYURE ZOMSEBENZI

 

NgoMvulo ukuya ngoLwesihlanu

 

07:30 – 15:00

 

IINKCUKACHA ZESICELO

 

Faka isicelo: Scan i-QR code kwi-advert

 

Umhla wokuvala: 13 May 2026

 

Impendulo: 15 May 2026

 

Faka Isicelo Apha 👇

 

COFA APHA 

Mzansi Ekhaya

Mzansi Ekhaya is a vital online platform on a mission to amplify the Eastern Cape media space. (a MON'T Agency Management) 💯