George Randell Primary School ikhangela i-SCHOOL DEBTORS CLERK, eKuGompo City.

#EkhayaIspan | 💯

 

George Randell Primary School ikhangela i-SCHOOL DEBTORS CLERK, eKuGompo City, eMpuma Koloni.

 

 

INKCAZO YOMSEBENZI

 

ISikolo iGeorge Randell Primary sifuna umntu ozakusebenza njengeDebtors Clerk ukuze alawule iimali zesikolo, kuquka ukuqokelelwa kweefizi, ii-invoice, kunye nokuncedisa abazali ngee-akhawunti zabo.

 

 

 

IMISEBENZI

 

Ukulawula ukuqokelelwa kwemali kunye nokulandela iintlawulo

 

Ukulungisa ii-invoice kunye neengxelo

 

Ukuphatha imisebenzi yezezimali

 

Ukugcina iinkcukacha ngokuchanekileyo

 

Ukuncedisa abazali ngemibuzo yee-akhawunti

 

Ukuqinisekisa iingxelo kunye nokuthotyelwa kwemithetho

 

 

 

IIMFUNO

 

Amava kwi-debt collection, finance, okanye accounting

 

Amava esikolweni (luncedo)

 

Ulwazi lwePastel okanye iinkqubo ezifana nayo

 

Izakhono zonxibelelwano ezilungileyo

 

Ukukwazi ukulawula ii-akhawunti ezininzi

 

Ulwazi lweMS Office

 

Ukunaka iinkcukacha

 

I-police clearance iyafuneka

 

 

 

IINKCUKACHA ZESICELO

 

Ngenisa: I-CV kunye ne-cover letter

 

I-imeyile: recruitment@georgerps.co.za

 

Umhla wokuvala: 30 April 2026

 

Umhla wokuqalisa: 1 June 2026

Mzansi Ekhaya

Mzansi Ekhaya is a vital online platform on a mission to amplify the Eastern Cape media space. (a MON'T Agency Management) 💯