
BUCO β SALES COORDINATOR, eBeacon Bay, KuGompo City.
#EkhayaIspan | π―
The Building Company (BUCO) ikhangela iβSALES COORDINATOR, eBeacon Bay, KuGompo City.
INKCAZO NGOMSEBENZI
Injongo ephambili kukunyusa intengiso evenkileni, kunye nokuxhasa nokulawula iqela le-sales ukuze kufezekiswe iithagethi zeshishini.
IMISEBENZI EYINTLOKO
Ukunceda nokunxibelelana nabathengi
Customer service kunye ne-telesales
Ukulungiselela i-quotations kunye ne-estimates
Ukulandelela ii-quotations kunye neentlawulo
Ukulawula ii-budgets zentengiso
Ukuphatha ii-account applications
Ukulungiselela iintlanganiso
Ukumisela iithagethi zonyaka
Ukulawula deliveries, invoicing kunye ne-credit limits
Ukuhlola ukusebenza kwabasebenzi (performance appraisals)
Ukucwangcisa ishift zabasebenzi
Ukugcina umthetho nenkcubeko yenkampani
IIMFUNO
Grade 12
Ulwazi lwekhompyutha (Microsoft Office β Word, Excel, PowerPoint)
Amava kwi-administration
Amava okusebenza nabathengi kunye nokwakha ubudlelwane
Ulwazi kwicandelo le-building & hardware luyimfuneko
Izakhono zokuxoxisana (negotiation skills) ezomeleleyo
Ukulawula ixesha kunye neeprojekthi kakuhle
Ubuncinane beminyaka emi-2 kwindawo efanayo
Intermediate computer skills
Amava eKerridge (ubuncinane iinyanga ezi-6)
IZAKHONO EZIFUNEKAYO
Ukusebenza nzima nokuzimisela
Izakhono zonxibelelwano ezisemgangathweni ophezulu
Ukucwangcisa nokulawula iqela
Ukusebenza phantsi koxinzelelo
Ukugxila kubathengi kunye neziphumo
Faka Isicelo Apha π
COFA APHA
