SSK -Field Marketer, eKuGompo City.

#EkhayaIspan |💯

 

SSK ikhangela i-Field Marketer, eKuGompo City, eMpuma Koloni

 

​UXANDUVA:

 

​Ukuqhagamshelana nabathengi kwindawo eyabelweyo

​Ukuncedisa ngezinto zentengiso kunye nokukhathalelwa kwabathengi

​Ukwakha nokugcina ubudlelwane obuhle beshishini

​Ukusebenzisa izakhono eziqinileyo zonxibelelwano nabantu

 

​IMFUNeko:

 

​Isiqinisekiso seBanga le-12 (Matric)

​Ukwazi ukuthetha isiBhulu nesiNgesi kakuhle

​Unelungelo lokushayela elisemthethweni (Code EB / Code 08)

​Ukuhlala eEast London okanye ukuba uzimisele ukufudukela apho

 

Umhla Wokuvala :10 August 2026

 

Faka Isicelo Apha 👇

 

COFA APHA

Mzansi Ekhaya

Mzansi Ekhaya is a vital online platform on a mission to amplify the Eastern Cape media space. (a MON'T Agency Management) 💯