Abaveleli Funeral Directors Ikhangela Branch Manager

EkhayaIspan | 💯

Abaveleli Funeral Directors ikhangela Branch Manager eKomani, eMpuma Koloni.

IIMFUNO:

•Amava: Iminyaka emi-3 kushishino lwezinkonzo zomngcwabo kwindima yolawulo.

• Naluphi na uqeqesho olufanelekileyo lweNQF inqanaba le-5 ukuya kwele-6 luya kuba luncedo olongezelelweyo.

• Ukukwazi ukuqhuba nokuba nelayisenisi esemthethweni yokuqhuba kuya kuthathwa njengeluncedo.

• Ukubonisana neentsapho okanye abahlobo bomfi ukucwangcisa umngcwabo.

• Ukusombulula imicimbi ephathelele kulawulo lomsebenzi kunye nokuqeqesha.

• Umgqatswa kufuneka abe nokulungele ukuhamba okanye ukufudukela kwenye indawo.

• Ixesha: Umsebenzi ogcweleyo (Ukusebenza kuza kugqiba).

Umhla wokuvala: 15 November 2025

Faka isicelo apha: 👇🏽

vacancies@abavelelifunerals.co.za

Mzansi Ekhaya

Mzansi Ekhaya is a vital online platform on a mission to amplify the Eastern Cape media space. (a MON'T Agency Management) 💯