Transnet ikhangela i-Port Worker, @Port_Ngqura, eGqeberha.

#EkhayaIspan | 💯

 

Transnet ikhangela i-Port Worker, @Port_Ngqura, eGqeberha, eMpuma Koloni.

 

ITransnet Port Terminals (TPT) ifuna abantu abafanelekileyo ukuze basebenze njenge Port Worker eNgqura, eMpuma Koloni.

 

📍 Isikhundla: Port Worker

🏢 Inkampani: Transnet Port Terminals (TPT)

📍 Indawo: Ngqura, eMpuma Koloni

💼 Uhlobo lomsebenzi: Non-Permanent

📅 Umhla wokuvala: 18 Meyi 2026

 

✅ IZIQINISEKISO:

• Grade 12 / NQF Level 4

• Ubuncinane unyaka omnye wamava kwi terminal environment

• Attention to detail

• Ukusebenza ngokucocekileyo nangokhuseleko

 

🛠 IMISEBENZI:

• Ukucoca izixhobo zokusebenza ezifana nee cranes kunye neendawo zokusebenza

• Ukuhlola imeko yee containers

• Reefer monitoring operations

• Ukuvula nokuvala rail wagon twist-locks

• Ukulayisha nokukhulula cargo

• Hooking kunye ne unhooking

• Tarping kunye ne untarping

• Ukucoca ii workshops, offices, sheds kunye ne ablution facilities

• Ukugcwalisa amaxwebhu afana ne accident reports

 

⭐ IZAKHONO EZIFUNEKAYO:

• Ulwazi nge terminal layout kunye nokhuseleko

• Ukusebenza kakuhle neqela

• Ukunika ingqalelo kwiinkcukacha

• Ukusebenza kwindawo exakekileyo

 

⚠️ QAPHELA:

Kuza kunikwa ithuba ngakumbi kubantu abaphila nokukhubazeka, abasetyhini, kunye nabahlali base Nelson Mandela Bay Municipality.

 

Faka Isicelo Apha 👇

COFA APHA 

 

#EkhayaIspan #TransnetJobs #NgquraJobs #PortWorker #EasternCapeJobs #Imisebenzi

Mzansi Ekhaya

Mzansi Ekhaya is a vital online platform on a mission to amplify the Eastern Cape media space. (a MON'T Agency Management) 💯