Shoprite Group -Assistant Branch Manager, eGqebehra.

#EkhayaIspan |💯

 

Shoprite Group ikhangela i-Assistant Branch Manager, eGqebehra, eMpuma koloni

​INTO OYIFUNAYO

 

​Ibanga le-12 (Grade 12)

​Ubuncinane iminyaka emibini (2) yamava okulawula okanye ukongamela intengiso evenkileni.

 

​OKO KUZAKUFUNA UKWENZA

​UKWENZA KUPHELA KWEENTENGISO

 

​Ukunyusa inzuzo yesebe ngokulawula iindawo eziphambili zenzuzo.

​Ukugcina iintsuku zokugcina izinto evenkileni kwizikhokelo ezifunekayo.

​Ukulandela utshintsho lwamaxabiso ezinto ngokupheleleyo.

​Ukulungisa ukusebenza kakubi kwabasebenzi bentengiso.

 

​UKUNCIPHISA UKUCHITHAKALA NELAHLEKO

 

​Ukuchonga zonke izinto ezichithakalayo nokusebenzisa amanyathelo okulungisa oku.

​Ukusebenzisa amanyathelo okunciphisa ilahleko yezinto evenkileni.

 

​INGXELO YENTENGISO

 

​Ukunika ingxelo enembile ngexesha elifanelekileyo kuMlawuli weSebe.

​Ukuchonga amathuba ophuculo kunye neengxaki ezinokubakho.

 

​UKUBEKWA KWEZINTO KUNYE NOKUFUMANEKA KWAZO

 

​Ukuqinisekisa ukuba ivesi ibekwe ngokwemigangatho yenkampani.

​Ukucwangcisa nokugcina ukufuneka kweempahla ngokweemfuno zabathengi.

 

​UKUFIKELELA KWIIMFUNO ZABATHENGI

 

​Ukwandisa ukunethezeka kwabathengi ngokudala imeko elungele abathengi.

 

​UKULAWULWA KWABANTU

 

​Ukukhokela, ukukhuthaza nokuqeqesha abasebenzi ukuze bafikelele kwimizamo yenzuzo.

​Ukulawula nokuphendula imiba yokuqeqeshwa nokuziphatha kwabasebenzi.

 

​UBCOCAKALO, EZEMPILO KUNYE NOKHUSELEKO

 

​Ukuthobela imigangatho yobcoceko nentlalo-ntle ngamaxesha onke.

 

Umhla Wokuvala :05 August 2026

 

Faka Isicelo Apha 👇

 

COFA APHA

Mzansi Ekhaya

Mzansi Ekhaya is a vital online platform on a mission to amplify the Eastern Cape media space. (a MON'T Agency Management) 💯