Premier Foods – ASSISTANT TRANSPORT TECHNICAL, eKuGompo City.

#EkhayaIspan | 💯

Premier Foods ikhangela i-ASSISTANT TRANSPORT TECHNICAL, eKuGompo City, eMpuma Koloni.

 

 

EZONA MFUNEKO:

 

Grade 12 okanye elingana nayo

 

Code 10 driver’s licence enayo i-PrDP

 

Amava angama-3–4 eminyaka njenge-workshop assistant

 

Amava kwi-commercial vehicle mechanics ayimfuneko

 

Auto-electrical experience iya kuba luncedo

 

Izakhono zonxibelelwano kunye nokusebenza neqela

 

Ukusebenza ngononophelo kunye nokusombulula iingxaki

 

 

UXANDUVA:

 

Ukuhlola iimoto mihla le

 

Ukulungisa iingxaki zemihla ngemihla (running repairs)

 

Ukuncedisa kwi-breakdowns

 

Ukuncedisa kwi-refuelling

 

Ukulandela imigaqo ye-Health & Safety

 

Ukwenza eminye imisebenzi enxulumene nezothutho

 

 

IIMEKO ZOMSEBENZI:

 

Umsebenzi oxineneyo (pressurised environment)

 

Ukusebenza emva kweeyure eziqhelekileyo (overtime)

 

Iintsuku ezi-6 ngeveki (kubandakanya ii-weekends neeholide)

 

UMHLA WOKUVALA: 14 April 2026

Faka Isicelo Apha 👇

 

COFA APHA 

Mzansi Ekhaya

Mzansi Ekhaya is a vital online platform on a mission to amplify the Eastern Cape media space. (a MON'T Agency Management) 💯