Pedros ikhangela i GRILLER (buffalo street), eMonti, eMpuma Koloni.

#EkhayaIspan 💯

Pedros ikhangela i GRILLER (buffalo street), eMonti, eMpuma Koloni.

INJONGO YOMSEBENZI:

Ukuqinisekisa ukuba iimveliso zomgangatho ophezulu zamkelwa kwaye zilungiselelwa abathengi ngokweMigangatho yeSOP.

IMISEBENZI NEMINIKWAZO:

Gcina ucoceko kunye nemigangatho ye-hygiene ngokwe-SOP

Gcina imigangatho yokhuseleko lokutya ngokwe-SOP

Lungiselela izinto ezikwi-menu ngokukhawuleza nangokuchanekileyo

Nikezela ngenkonzo entle kubathengi

IIMFUNO:

Amava kwiRestyu okanye kwiFast-Food (ubuncinane: unyaka omnye)

Inkonzo yabathengi

Izakhono ezilungileyo zonxibelelwano

ISatifikethi seSikolo esiPhakamileyo

Umhla Wokuvala: 31 Julayi 2025
Faka Isicelo Apha 👇

COFA APHA

Mzansi Ekhaya

Mzansi Ekhaya is a vital online platform on a mission to amplify the Eastern Cape media space. (a MON'T Agency Management) 💯