NOV -Software Engineer:Equipment Controls, eGqebehra.

#EkhayaIspan |💯

 

NOV ikhangela i-Software Engineer:Equipment Controls, eGqebehra, eMpuma koloni

 

​Uxanduva Olukhulu

 

​Ukulungiselela isoftware ye-PLC (Siemens S7 ne-TIA).

​Ukulungisa nokomeleza unxibelelwano lweenethiwekhi (networks).

​Ukuphucula nokuvavanya inkqubo yokulinganisa (simulation).

​Ukunika inkxaso yezobuchwephesha kubasebenzisi.

​Ukubhala amaxwebhu obuchwephesha.

 

​Izifunekayo

 

​Isidanga seBachelor okanye iMasteli kuNjinjini Wesoftware, Yombane (Electrical), okanye kwezinye ezifana nazo.

​Ukuba nolwazi olunzulu nge-Siemens S7 ne-TIA Portal.

​Ukwazi ukusebenza ngenethiwekhi kunye nesoftware yokulinganisa (simulation).

 

​Indlela Yokufaka Isicelo

 

​Nceda ungenise oku kulandelayo:

​Ifomu yesicelo somsebenzi

​I-resume eneenkcukacha

​Iphothifoliyo yeziprojekthi zobuchwephesha

​Abantu abanokunika ubungqina ngobuchwephesha bakho (references)

 

Umhla Wokuvala :30 August 2026

 

Faka Isicelo Apha 👇

 

COFA APHA

Mzansi Ekhaya

Mzansi Ekhaya is a vital online platform on a mission to amplify the Eastern Cape media space. (a MON'T Agency Management) 💯