KUPHAKATHI KWE-VACANCY (RECEPTIONIST)

NAKHO’S GLAM BAR — UMFANEKISO WESICELO SOMSEBENZI

* UKWAMKELA IINDWENDWE: Ukwamkela iindwendwe ngobubele nokuqinisekisa ukuba zifumana uncedo olusemgangathweni ukususela ngexesha zifikile kude zihambe.

* UKUPHATHA II-APPOINTMENTS: Ukulungiselela nokulawula iindawo zokubhukisha kanye nokuhlalisa iindwendwe kwisalu yeentwele nobuhle.

* UKULAWULA ISITORO: Ukuhlola isitoro kunye noku-order’a iimpahla eziyimfuneko zeesaluni.

* UKUPHATHA INKQUBO YEOFISI: Ukusebenza ngezinto zefoni, ukuncedisa ngemibuzo yabathengi, kunye nokuqhagamshelana nabaxhamli nabaphathi.

INDLELA YOKUFAKA ISICELO

* THUMELA I-CV KWI-EMAIL: nakhoglambar@gmail.com

* FOWUNA OKANYE UTHUMELE I-WHATSAPP: 067 135 9415

 

Mzansi Ekhaya

Mzansi Ekhaya is a vital online platform on a mission to amplify the Eastern Cape media space. (a MON'T Agency Management) 💯