Izaci nama Qhalo esiXhosa 📚🗣

Umenzi uyalibala, umenziwa Akalibali –

Le Ntheta yintheta egxila ekusikhumbuzeni indlela ekubaluleke ngayo ukuzama ukubaluleka kokukuphata umntu ngendlela ofuna ukuphatwa ngayo nawe ngoba hleze kuthi kanti nawe ngenye imini uyawuze umdinge lamntu kunjalo nje ekumdingeni kwakho kuyawuze kuthi kanti awunoncedakala ngengxaye ndlela owawumphate ngayo kwawena.

Mzansi Ekhaya

Mzansi Ekhaya is a vital online platform on a mission to amplify the Eastern Cape media space. (a MON'T Agency Management) 💯