Hundson School – FOUNDATION PHASE, eKuGompo City.

#EkhayaIspan | 💯

 

 

Hudson Park Primary School ikhangela UTITSHALA WE-FOUNDATION PHASE, eKuGompo City, eMpuma Koloni.

 

OKUFUNEKAYO

* Isiqinisekiso semfundo (School qualification)

* Isiqinisekiso sokuba ngutitshala (Teaching qualification)

* Isatifikethi se-SACE (okanye ubungqina bokuba ufake isicelo)

* Ifoto engange-passport

* I-ID, ilayisensi yokuqhuba kunye ne-PDP (ukuba unayo)

* Bhala yonke imidlalo kunye nezinye izinto ozenzayo esikolweni (extra murals)

* I-Police clearance (izakufuneka ukuba ukhethiwe)

 

OKUKHUTHAZWAYO

* Ukukwazi ukusebenzisa iteknoloji neekhompyutha eklasini

IMITHI EBALULEKILEYO

* Umhla wokuvalwa: 17 kuTshazimpuzi (April) 2026

* Umhla wokuqhagamshelwa kofayile:‌ Phambi kwe-24 kuTshazimpuzi 2026

* Umhla wokuqala:** Janyuwari 2027

INDLELA YOKUFAKA ISICELO

* I-imeyile: vacancies@hpps.co.za

* Isalathiso (Reference): Foundation Phase Class Teacher

* Zise ngezandla: Chairperson Governing Body, Hudson Park Primary School

* Qaphela: Thumela i-CV kunye namaxwebhu akho ekwi-PDF enye kuphela.

 

 

Mzansi Ekhaya

Mzansi Ekhaya is a vital online platform on a mission to amplify the Eastern Cape media space. (a MON'T Agency Management) 💯