ECGB – GRADUATE INTERN: PROCUREMENT, eKuGompo City

#EkhayaIspan | 💯

 

Eastern Cape Gambling Board ikhangela i-GRADUATE INTERN: PROCUREMENT, eKuGompo City, eMpuma Koloni.

 

Isalathiso Somsebenzi: ECGB-21

Icandelo: Financial Management Services

Indawo: East London, Eastern Cape

Uhlobo Lomsebenzi: Ikhontrakthi

INGCACISO NGOMSEBENZI

I-Eastern Cape Gambling Board (ECGB) ikhangela abaphumelele imfundo ephakamileyo abangasebenziyo abafuna amava omsebenzi. Lo msebenzi uvulekele abaneziqu okanye iDiploma kwi-Procurement, Supply Chain, okanye kwi-Logistics.

IIMFANELEKO ZOMSEBENZI

* Iziqu zeBachelors okanye iNational Diploma kwi-Procurement / Supply Chain / Logistics.

* Kumele ukuba awuzange waba namava omsebenzi kweli candelo.

* Kumele ukuba unazo iziqu zakho kwaye awusebenzi okwangoku.

* Kumele uhlala phantsi kwePhondo leMpuma Koloni.

* Thumela ikopi yeziqu zakho, amanqaku (statement of results), kunye nekopi yesazisi (ID).

 

Faka Isicelo Apha

COFA APHA

Mzansi Ekhaya

Mzansi Ekhaya is a vital online platform on a mission to amplify the Eastern Cape media space. (a MON'T Agency Management) 💯