
DATA CAPTURERS ezi x10, e-Buffalo City.
#EkhayaIspan | 💯
Eastern Cape Department of Health ikhangela i-DATA CAPTURERS ezi x10, e-Buffalo City.
UMVUZO: R201 093 – R236 877 ngonyaka (Level 4)
UMHLA WOKUVALA:Â 31 July 2026
OKUFUNEKAYO
* Isiqinisekiso esiphezulu sesikolo (National Senior Certificate) – Akukho mava afunekayo!
* Ulwazi olusisiseko lwezolawulo (administration).
* Izakhono zokunxibelelana, ukubala, nokusebenzisa ikhompyutha.
* Ukwazi ukukhupha idata nokusebenza ngezandla zakho.
* Umntu ozimisheleyo onobuntu obuhle.
UMSEBENZI WAKHO
* Ukufaka nokuhlaziya idata kwikhompyutha nokwenza i-spreadsheets.
* Uqinisekisa ukuba idata isemgangathweni, ichanile, kwaye igqibelele.
* Ukwenza iingxelo zezibalo zemihla ngemihla.
* Ukwamkela, ukubhalisa, nokulandelela amaxwebhu.
* Ukugcina nokucwangcisa iifayile kunye nogcino lwedatha ye-DHIS.
Faka Isicelo Apha 👇
