
Crafty Arts Ikhangela Sales Assistant
EkhayaIspan | 💯
Crafty Arts ikhangela Sales Assistant eGqeberha, eMpuma Koloni.
IIMFUNO:
•Ibanga le-12
• Umntu onobubele nowaziyo ukusebenza nabantu, okholelwa kwinkonzo yabathengi.
• Umntu onemvelaphi yokuyila kunye nolwazi ngeemveliso zezixhobo zobugcisa.
• Umntu okwazi ukusebenza nekhompyutha nowakwazi ukwenza imisebenzi emininzi ngexesha elinye.
• Ukwazi ukusebenzisa i-Pastel POS kuya kuba luncedo/kuya kuthathwa njenge nzuzo.
• Ukunika ingqalelo kwiinkcukacha ukuqinisekisa ucoceko nokuchaneka kwesitokhwe ngalo lonke ixesha.
Faka isicelo apha: 👇🏽
employment@craftyarts.co.za
