Cape Union Mart -Shift Supervisor, eKuGompo City.

#EkhayaIspan |💯

 

Cape Union Mart ikhangela i-Shift Supervisor, eKuGompo City, eMpuma Koloni

 

​UXANDUVA:

 

​Ukuncedisa kulawulo lwevenkile yonke.

​Ukunyusa ingeniso nenzuzo.

​Ukulawula nokuthintela ukulahleka kwempahla.

​Ukunika inkonzo ebalaseleyo kubathengi.

​Ukukhetha, uqeqesho, nokukhokela abasebenzi.

​Ukubeka iimpahla ngendlela ekhanga abathengi ukuze kuthengiswe ngcono.

​Ukugcina imithetho nokukhuseleka emsebenzini.

 

​IIMFANELEKO EZIFUNEKAYO:

 

​Iminyaka emibini (2) yamava okulawula.

​Isiqinisekiso seMatric okanye esilingana naso.

​Ulwazi lweKhompyutha (Microsoft).

​Isiqinisekiso sokuba awunatyala (Clear Criminal Record).

​Ubuchule bokunxibelelana nabantu bonke.

 

Umhla Wokuvala :02 October 2026

 

Faka Isicelo Apha 👇

 

COFA APHA 

Mzansi Ekhaya

Mzansi Ekhaya is a vital online platform on a mission to amplify the Eastern Cape media space. (a MON'T Agency Management) 💯