Amaxesha avuyisayo njengoko umdlali wasephikweni weSpringbok uMakazole Mapimpi kunye nenkosikazi yakhe bamkela ngovuyo umntwana wabo wokuqala kunye.

IBhokobhoko uMakazole Mapimpi utsiba UMDLALO WONKE WABAMNYAMA ngomzuzu omangalisayo wokuzalwa komntwana wakhe wokuqala. Abalandeli basamangele ngomtshato oyimfihlo walomdlali, iindaba zale winger ezamkela umntwana wakhe kunye nenkosikazi yakhe zibashiye benentliziyo ezikrwinizayo abalendeli bakhe basetyhini.

Picture : @makazoli ( via Instagram)

Abalandeli bakhe bakholelwa ekubeni uMakazole ufanelwe kukubhiyozelwa yonke imihla,ngomzuzu ngamnye njenge nkwenkwezi yokwenene yehlabathi. Futhi akukhange kubelula kuye uhlangabezene nobunzima bemihla ngemihla ekukhuleni kwakhe, kodwa nakanjalo akayena nje umdlali olandelwayo ngabamthandayo,kodwa ngoku yindoda yosapho ehlonitshwayo eshiya abalandeli bakhe basetyhini benqwena.

Amakhosikazi oMzantsi Afrika ahlala ebulela ngesipho sokukwazi ukungcamla ekubeni ibenethuba lokwazana naye ngobabonisa isakhono sakhe lomdlali weSpringbok uMapimpi, kwaye azaliswe luvuyo lokuba eqala usapho lwakhe. Nangona uninzi ludaniswe kufumana ezindaba, ubalungise intliziyo njengoko eye waqaqamba ngamanqaku aphuma emarikeni ngokusemthethweni kuluvuyo kubalandeli bakhe ngalenkwenkwezi.

Picture : @makazoli ( via Instagram)

Iindaba ngesiquphe zahamba ngoko nangoko nabalandeli abaninzi befunde lukhulu kulomdlali into ethi, kuhle ukwazi uba nokuba ngamanye amaxesha abavumelani ngokupheleleyo nokunye akwenzayo, kodwa okulusizi kuyazi ukuba uluvo olwahlukileyo aluyi kutshintsha imvakalelo enzulu kunye nokuthembana ngokunyanisekileyo. Abalandeli abaxhelekile ezintliziyweni abasayi kuva kabuhlungu ngoba lomdlali weSpringbok uMakazole Mapimpi uyenza lula yonke into, akazisi nto ngaphandle kovuyo kubo. Ubuye wagcina ubomi bakhe bokuthandana ngasese yiyo lonto abaninzi bemangaliswe kukuba uyindoda yosapho, kwaye yinto ewayeyinqwenela ebomini bakhe emveni kokuhamba kwabo abathandayo abazali bakhe.

Picture : @makazoli ( via Instagram)

Bathetha kakhulu emaphephen, nakumabona kude. ngexesha lodliwano ndlebe ngo-2021 kwakunye neTelegraph ithethe yenjenje lenkwenkwezi ” NDIDLULE KWIZINTO EZININZI, “. uqhube wathi, xa abantu bethetha ngoxelengela usapho ndicinge umama ekukhuleni kwam kwakunzima. Ngoku kuko konke endikwenzayo kunye nako konke endijongise kuko kunye nako konke endinako ebomini kungentando yabalandeli nemfundiso zabazali bam.
Eyona nto ibalulekileyo ibeluthando lwabazali kwanexesha labalandeli bam. Kuyasiqinisekisa kakhulu ukwazi ukuba kweli hlabathi linesiphithiphithi neliyingozi kangaka. Kukho iinzima nemigibe engaka ndisenako ukubala ngenkxaso yabantu abafana nani abasoloko bethembekile kum nabakholelwa ngamandla kubuchule bam watsho uMapimpi.

Picture : @makazoli ( via Instagram)

Ngaphezu koko uMakazole Mapimpi ewe ubenemeko engamnandanga ebomini bakhe kwaye iyamangalisa indlela awayinyamezela ngayo engazange abuze namibuzo nakakade, angazange ahlalutye nantoni na eyamenza ubomi bakhe adlule kubo bubenzima wamkela isimo futhi wasebenzela udlula kuso. Ukuzama ukoyisa ubunzima obunye esidibana nabo sukulila, ungalahli ithemba izinto zinzima nakubani na . Nokuba kwenzeka ntoni hlala ujonge entweni eyakukhokelela kwicala elifanelekileyo. Inkwenkwezi yethu yeSpringbok ikhula inefoto yayo kuphela kodwa ngoku inezona zinto zexabiso ehlabathini

Kwixesha elizayo unokufuna uncedo kodwa masilubeke ecaleni ukuphelelwa lithemba. Eli nqaku lifuna kuphela ukuzisa ithemba kunye noxolo. Ndinemvakalelo yokuba inkxwaleko yakho iyakuncipha ngokukhawuleza futhi kuya kuhlekwa malunga nesigaba esinzima kwaye kwabelwane ngamaxesha amaninzi amnand kaMAKAZOLE MAPIMPI !!

Picture : @makazoli ( via Instagram)

Mzansi Ekhaya

Mzansi Ekhaya is a vital online platform on a mission to amplify the Eastern Cape media space. (a MON'T Agency Management) 💯