
Amatola Water – Heavy Duty Driver Operator, eKuGompo City.
#EkhayaIspan | 💯
Amatola Water ikhangela i-Heavy Duty Driver Operator, eKuGompo City, eMpuma Koloni.
Kuvulwe ithuba lomsebenzi we Heavy Duty Driver Operator eNahoon Dam, eMonti.
📍 Isikhundla: Heavy Duty Driver Operator
📍 Indawo: Nahoon Dam, East London
🏢 Division: Operations Division
💼 Uhlobo lomsebenzi: Permanent
💰 Umvuzo: R291 929.88 ngonyaka (excluding benefits)
📅 Umhla wokuvala: 20 Meyi 2026
✅ IZIQINISEKISO:
• Grade 12
• Ubuncinane iminyaka emi-3 yamava njenge operator okanye heavy duty driver
• Code C/EC1/EC licence (Code 10/11/14)
• TLB / digger-loader certificate esemthethweni
• Uqeqesho lwe High-Up operation
• Uqeqesho lwe forklift okanye truck-mounted crane
• Uqeqesho lwe mini excavator
🛠 IMISEBENZI:
• Ukuqhuba iTLB, mini excavator kunye ne truck-mounted crane
• Ukumba nokulungisa trenches ze pipelines kunye reservoirs
• Ukulayisha nokukhulula izixhobo nge forklift
• Ukuhambisa dangerous goods ngokhuseleko
• Ukuqhuba water tankers, rollback trucks, tipper trucks kunye ne trailers
• Ukulungisa nokugcina izixhobo zisebenza kakuhle
• Ukuncedisa kwi breakdowns kunye ne overtime xa kufuneka
⭐ IZAKHONO EZIFUNEKAYO:
• Ulwazi ngemithetho yokhuseleko
• Ukusebenza ngokuzimisela nangokhuseleko
• Ukusebenza kakuhle phantsi koxinzelelo
• Valid driver’s licence engenazo endorsements
⚠️ QAPHELA:
Abantu abaphila nokukhubazeka bayakhuthazwa ukuba bafake izicelo.
📞 Ulwazi olungakumbi:
Nomonde Mamba
Faka Isicelo Apha 👇
COFA APHA
#EkhayaIspan #Imisebenzi #EastLondonJobs #DriverJobs #EngineeringJobs #EasternCapeJobs
