
Amaqhalo esiXhosa
“Iqaqa Aliziva Kunuka”
Iqhalo elithi iqaqa aliziva kunuka lithetha ukuba inqabile into yoba umntu azazi into ayiyo.
“Eknyamezeleni ukhona umvuzo”
Eliqhalo letheta ukuba xa ungumntu kufuneka unyamezele xa usenza into ngoba hleze iziqhamo zezenzo zakho zikonwabise.
“Akukho nzwani l ingenasiphako”
Eliqhalo lisifundisa ukuba singaboba gxeka abanye abantu kuba akho nzwane ingena siphako. Kufuneka sifunde kwimpazamo zethu.
“Akukho nkwali iphandela enye, eyenjenjalo yenethole”
Eliqhalo Litheta ukuba umntu kumele azizamele angaxhomekeki emntwini kakhulu.
“Inkomo Enetshoba Ayinqandwa”
Eliqhalo litheta ukuba umntu onenkani nomdala ozilawulayo ngobomi bakhe xa esenza into ebheka ecaleni uyayekwa ngoba unengqondo yakhe yozicingela.
