
π EZISEMATHENI KUTSHA NJE | URAMAPHOSA UNYULE UGWEDE MANTASHE NJENGEMPHATHI WAMAPOLISA OKWETHUTYANA
ΒNguLilitha Mdakana | 15 Julayi 2025
eGoli β UMongameli uCyril Ramaphosa ubhengeze ukuba uNgqonyela WezobuNzululwazi nokuPhuhliswa kweMithombo yeNdalo, uGwede Mantashe, uyonyulwa njengeNgqonyela Wezamapolisa okwethutyana, esebenza ngoko nangoko.
Olu nyulo lunyulo lweyethutyana yenzeke njengoko uFiroz Cachalia elungiselela ukuthatha ezobupolisa ngomhla woku-1 kuAgasti 2025,ukanti kukwa bhengezwe utshintsho lukarhulumente lwakutsha nje.
Eli nyathelo liqinisekisa ukuba kukho inqubela phambili engaphazamisekiyo kulawulo lwamapolisa esizwe emva kokuhamba kuka Bheki Cele.
Siza kuqhubeka nokuzisa iingxelo ezithe vetshe.
