💯 Fidelity Services Group – HYBRID SALES CONSULTANT, eKuGompo City.

#EkhayaIspan | 💯

 

Fidelity Services Group ikhangela i-HYBRID SALES CONSULTANT, eKuGompo City, eMpuma Koloni.

 

INKCAZO YOMSEBENZI

 

IFidelity Services Group ifuna umntu okhutheleyo nomaziyo ukuthengisa ukuze asebenze njengomthengisi e-East London. Lo msebenzi ubandakanya ukuthengisa iinkonzo zokhuseleko kunye nokwakha ubudlelwane nabathengi.

 

 

IMISEBENZI

 

Ukuthengisa iinkonzo zokhuseleko (armed response)

 

Ukuthengisa ii-alarm, CCTV, kunye neefence zombane

 

Ukufumana nokugqiba izivumelwano zokuthengisa

 

Ukukhangela amathuba amatsha oshishino

 

Ukwakha ubudlelwane nabathengi nabanye abachaphazelekayo

 

Ukufikelela kwiithagethi zenyanga

 

Ukulandela ii-leads kunye ne-quotations

 

Ukwenza iingxelo zomsebenzi

 

Ukuphatha i-admin yokuthengisa

 

 

 

IIMFUNO

 

Ibanga le-12 (Matric)

 

Amava okuthengisa (luncedo)

 

Ubhaliso lwe-PSIRA Grade C

 

Ulwazi lwe-alarm systems (luncedo)

 

Ilayisensi yokushayela esebenzayo

 

Imoto yakho ethembekileyo

 

Ulwazi lwekhompyutha (MS Office, Email, Internet)

 

 

 

IZAKHONO

 

Izakhono zokuthengisa nokuxoxisana

 

Ukuzikhuthaza nokusebenza ngeethagethi

 

Izakhono zonxibelelwano ezilungileyo

 

Ulawulo lwexesha kakuhle

 

Ukugxila kumthengi

 

Ukusebenza phantsi koxinzelelo

 

Ukuzimisela ukufunda

 

Umhla Wokuvala ; 01 May 2026

Faka Isicelo Apha 👇

 

COFA APHA

Mzansi Ekhaya

Mzansi Ekhaya is a vital online platform on a mission to amplify the Eastern Cape media space. (a MON'T Agency Management) 💯